Lothari

Fumana iziphumo zakutsha nje zeLothari yaseMzantsi Afrika zothotho lwemidlalo, kuquka i-Lotto, i-Daily Lotto kunye ne PowerBall, ku Lottery.co.za. Jonga amanani aphumeleleyo ukuze ubone ukuba unetikiti elinethamsanga, ufumane inkitha yolwazi ngazo zonke iilothari ezonwabisayo uMzantsi Afrika anazo.


Iziphumo ze-Daily Lotto - Lwesine, 2 Meyi 2024

Mey 2
2
8
25
29
31

Ngaphezulu kwe-142 000
yabaphumeleleyo kolu khuphiswano!
Iziphumo ze-Daily Lotto
ezingakumbi
Ixesha phambi
kwe-draw:
Uqikelelo olulandelayo kwe-jackpot:
R750 000
PowerBall

Uqikelelo laNgokuhlwanje lwe-Jackpot ye-PowerBall

R22 000 000

Ixesha elishiyekileyo lokudlala:

Iziphumo zeLothari

Yiba ngowokuqala ukubona iziphumo zakutsha nje zelothari. Ungajonga awona manani aphumeleleyo akutsha nje e- Lotto, i-PowerBall, i-Daily Lotto nangakumbi, emveni kwe-draw.


Iziphumo zakutsha nje

Daily Lotto

I-Daily Lotto ngumdlalo omtsha welothari yaseMzantsi Afrika, apho yonke imali yamabhaso ibhatalwa kwi-draw nganye!Ukuba akukho mntu unamanani amahlanu afanayo kwi-draw, imali yamabhaso idluliselwa kwisahlulo ezilandelayo kunokudityanisa kwelandelayo. Amatikiti axabisa nje i-R3 ukudlala kwaye ungajonga iziphumo ze- Daily Lotto mihla le ukusukela ngo 21:00.


Ulwazi oluthe xhaxhe

Mjongi Manani

Sebenzisa ukujonga amanani okuzenzekelayo ukuze ubone ngokukhawulezileyo ukuba uliphumelele ibhaso lelothari:

Uncedo kunye noLwazi

Nokuba ufuna ukwazi ngazo zonke iindlela ezahlukeneyo zokudlala, abaphumeleli be-jackpot abakhulu okanye ukukleyima amabhaso, ungafunda konke ofuna ukukwazi ngemidlalo yelothari yoMzantsi Afrika apha.


Ulwazi oluthe xhaxhe ›

Ingcebiso ngokudlala iLothari

Khangela lengcebiso yokudlala ilothari – iyasebenziseka nokuba uligqala lalomdlalo okanye umtsha kwiilothari.

Ingcebiso ngokuDlala ›

Iziphumo zaNamhlanje ze-UK49's

Lunchtime: Lwesine, 2 Mey 2024

2
12
20
26
27
40
39
UK49's Lunchtime

Teatime: Lwesine, 2 Mey 2024

6
8
14
21
35
44
10
UK49's Teatime

Thenga Amatikiti

Dlala kwi-intanethi ukuzinika ithuba lokuphumelela elona bhaso likhulu eMzantsi Afrika, okanye uthathe inxaxheba kwilothari kaZwelonke!



Dlala kwi-intanethi ›

Wenza Ntoni xa uPhumelele iLothari

Ungomnye wabanethamsanqa lukuphumelele kakhulu – kodwa yintoni elandelayo? Yazi ukuba kufuneka wenze ntoni emva kokuphumelela ilothari.



Wenza Ntoni xa Uphumelele ›